Daniyeli 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ndabona elinye irhamncwa, elesibini, lona linjengebhere.+ Kwaye laphakanyiswa ngacala-nye,+ lineembambo ezintathu emlonyeni walo phakathi kwamazinyo alo; yaye kwathiwa kulo, ‘Suka, udle inyama eninzi.’+
5 “Ndabona elinye irhamncwa, elesibini, lona linjengebhere.+ Kwaye laphakanyiswa ngacala-nye,+ lineembambo ezintathu emlonyeni walo phakathi kwamazinyo alo; yaye kwathiwa kulo, ‘Suka, udle inyama eninzi.’+