IMizekeliso 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kufunyanwe ingqeqesho+ enika ingqiqo,+ ubulungisa+ nomgwebo+ nokuthe tye,+ Isaya 32:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amehlo abo babonayo akayi kuvingcwa, neendlebe zabo bevayo ziya kunikela ingqalelo.+ Daniyeli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+ Mateyu 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waphendula wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele+ zobukumkani bamazulu, kodwa bona abo bantu abakunikwanga.+ Mateyu 24:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+
10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+
11 Waphendula wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele+ zobukumkani bamazulu, kodwa bona abo bantu abakunikwanga.+
45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+