INdumiso 111:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+ IMizekeliso 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ukuze ufumane ubabalo nengqiqo elungileyo emehlweni kaThixo nawomntu wasemhlabeni.+ Daniyeli 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Abo banengqiqo+ phakathi kwabantu, baya kunika abaninzi ukuqonda.+ Kodwa ke kangangeentsuku ezithile baya kuba zizisulu zekrele, namadangatye, nokuthinjwa, nokuphangwa.+ Daniyeli 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Abo ke banengqiqo baya kukhanya njengokuqaqamba kwesibhakabhaka;+ baze abo bakhokelele abaninzi ebulungiseni+ bakhazimle njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade. 1 Yohane 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+
10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+
33 Abo banengqiqo+ phakathi kwabantu, baya kunika abaninzi ukuqonda.+ Kodwa ke kangangeentsuku ezithile baya kuba zizisulu zekrele, namadangatye, nokuthinjwa, nokuphangwa.+
3 “Abo ke banengqiqo baya kukhanya njengokuqaqamba kwesibhakabhaka;+ baze abo bakhokelele abaninzi ebulungiseni+ bakhazimle njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.
20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+