Daniyeli 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa inkosana+ yommandla wasebukhosini wasePersi+ yamelana+ nam iintsuku ezingamashumi amabini ananye, wada uMikayeli,+ omnye weenkosana ezibalaseleyo,+ weza kundinceda; wandikhulula apho ndandithintelwe khona ngakookumkani basePersi.+ Yuda 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+
13 Kodwa inkosana+ yommandla wasebukhosini wasePersi+ yamelana+ nam iintsuku ezingamashumi amabini ananye, wada uMikayeli,+ omnye weenkosana ezibalaseleyo,+ weza kundinceda; wandikhulula apho ndandithintelwe khona ngakookumkani basePersi.+
9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+