Genesis 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Bathi kuye: “Siphuphe iphupha, yaye asinatoliki.” Ngoko uYosefu wathi kuwo: “AsikokukaThixo na ukutolika?+ Khanincede, nindibalisele lona.” Daniyeli 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+
8 Bathi kuye: “Siphuphe iphupha, yaye asinatoliki.” Ngoko uYosefu wathi kuwo: “AsikokukaThixo na ukutolika?+ Khanincede, nindibalisele lona.”
17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+