Yohane 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYesu wathi kuye: “Ndim uvuko nobomi.+ Lowo ubonisa ukholo kum, nokuba uyafa, uya kubuyela ebomini;+ IZenzo 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+ IZenzo 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+ Roma 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+
25 UYesu wathi kuye: “Ndim uvuko nobomi.+ Lowo ubonisa ukholo kum, nokuba uyafa, uya kubuyela ebomini;+
24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+
33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+
5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+