INdumiso 96:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+ INdumiso 98:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+ Isaya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+ Yohane 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYise akagwebi namnye, kodwa unikele konke ukugweba kuNyana,+ IZenzo 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kanjalo, wasiyalela ukuba sishumayele+ ebantwini nokuba sinikele ubungqina obucokisekileyo bokuba nguye Lowo umiswe nguThixo ukuba abe ngumgwebi wabaphilayo nabafileyo.+
13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+
9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+
4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+
42 Kanjalo, wasiyalela ukuba sishumayele+ ebantwini nokuba sinikele ubungqina obucokisekileyo bokuba nguye Lowo umiswe nguThixo ukuba abe ngumgwebi wabaphilayo nabafileyo.+