Daniyeli 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+ ISityhilelo 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+
44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+
15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+