1 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi, ukuze ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa+ umoya kaKoreshi ukumkani wasePersi kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo+ kuwo wonke ummandla wakhe,+ wasibhala, esithi: