IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke yona indoda enguMika, yayinendlu yoothixo,+ yaye yenza iefodi+ nomlonde-khaya+ yaza yamisela omnye woonyana bayo,+ ukuze akhonze njengombingeleli wayo.+

  • 1 Samuweli 19:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Bakungena abathunywa, kaloku, kwakukho umlonde-khaya apho esingqengqelweni nomnatha woboya bebhokhwe kwindawo yentloko yakhe.

  • Hezekile 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ukumkani waseBhabhiloni wema ngxi ekwahlukaneni kweendlela, emantloko eendlela zombini, ukuze abhenele ekuvumiseni.+ Uhlukuhle iintolo. Ubuze ngemilonde-khaya;+ ukhangele esibindini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share