Isaya 27:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Xa amasetyana aso omile, abafazi abangenayo baya kuwaphula, bawabase.+ Kuba asisosizwana sinokuqonda okunzulu.+ Ngako oko uMenzi waso akayi kusenzela nceba, noMyili waso akayi kusibabala.+ 1 Petros 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba nanikhe anabi sisizwana, kodwa ngoku nisisizwana sikaThixo;+ naningenzelwanga nceba, kodwa ngoku nenzelwe inceba.+
11 Xa amasetyana aso omile, abafazi abangenayo baya kuwaphula, bawabase.+ Kuba asisosizwana sinokuqonda okunzulu.+ Ngako oko uMenzi waso akayi kusenzela nceba, noMyili waso akayi kusibabala.+
10 Kuba nanikhe anabi sisizwana, kodwa ngoku nisisizwana sikaThixo;+ naningenzelwanga nceba, kodwa ngoku nenzelwe inceba.+