Hoseya 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Abantu bam babuzisa+ kwisithixo sabo somthi,+ nomsimelelo wesandla sabo uqhubeka ubaxelela; ngenxa yokuba kanye umoya wobuhenyu ubabangele baphambuka,+ yaye ngohenyuzo bayemka phantsi koThixo wabo.+ Amosi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+ Zekariya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+
12 Abantu bam babuzisa+ kwisithixo sabo somthi,+ nomsimelelo wesandla sabo uqhubeka ubaxelela; ngenxa yokuba kanye umoya wobuhenyu ubabangele baphambuka,+ yaye ngohenyuzo bayemka phantsi koThixo wabo.+
7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+
2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+