4 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kukaYuda,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuwugatya kwabo umthetho kaYehova,+ nangenxa yokuba abazange bayigcine imimiselo yakhe; kodwa baphambukiswa bubuxoki babo,+ obo balandelwa ngookhokho babo.+