Isaya 48:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+ Yeremiya 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ‘Eneneni, njengomfazi oye wahamba ngobuqhophololo kwiqabane lakhe,+ ngokunjalo nani, ndlu kaSirayeli, nindenzele ubuqhophololo,’+ utsho uYehova.”
8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+
20 ‘Eneneni, njengomfazi oye wahamba ngobuqhophololo kwiqabane lakhe,+ ngokunjalo nani, ndlu kaSirayeli, nindenzele ubuqhophololo,’+ utsho uYehova.”