Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+ Yeremiya 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+
7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+