Duteronomi 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+ Isaya 49:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa utsho uYehova ukuthi: “Kwaneqela labathinjwa bendoda enamandla liya kuthatyathwa,+ nabo sele bethatyathwe nguzwilakhe baya kubaleka.+ Kwaye nabani na osukuzana nawe mna ndiya kusukuzana naye,+ noonyana bakho ndiya kubasindisa.+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Yeremiya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+ Hezekile 39:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “‘Baya kwazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, xa ndibathumela ekuthinjweni ezintlangeni ndize okunene ndibabuthele ndawonye emhlabeni wabo,+ kangangokuba andiyi kushiya namnye kubo apho.+ Yoweli 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Kuba, khangelani! ngaloo mihla nangelo xesha,+ xa ndibuyisa abathinjiweyo bakwaYuda neYerusalem,+
4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+
25 Kodwa utsho uYehova ukuthi: “Kwaneqela labathinjwa bendoda enamandla liya kuthatyathwa,+ nabo sele bethatyathwe nguzwilakhe baya kubaleka.+ Kwaye nabani na osukuzana nawe mna ndiya kusukuzana naye,+ noonyana bakho ndiya kubasindisa.+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+
28 “‘Baya kwazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, xa ndibathumela ekuthinjweni ezintlangeni ndize okunene ndibabuthele ndawonye emhlabeni wabo,+ kangangokuba andiyi kushiya namnye kubo apho.+