Isaya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+ Yeremiya 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+
3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+
24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+