2 Kumkani 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 yaye baqhubeka bezimisela iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwawo wonke umthi onabileyo;+ Hoseya 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kuba uEfrayim wandise izibingelelo ukuze one.+ Umise izibingelelo ukuze one.+
10 yaye baqhubeka bezimisela iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwawo wonke umthi onabileyo;+