2 Kronike 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda. Yoweli 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Vuthelani isigodlo eZiyon.+ Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+
3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.
15 “Vuthelani isigodlo eZiyon.+ Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+