Yeremiya 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba,+ bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababengena eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda babhengeza ukuzila ukutya phambi koYehova.+ Yoweli 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+ Hlanganisani ndawonye amadoda amakhulu, bonke abemi belizwe, endlwini kaYehova uThixo wenu,+ kuze kukhalelwe uncedo kuYehova.+
9 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba,+ bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababengena eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda babhengeza ukuzila ukutya phambi koYehova.+
14 Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+ Hlanganisani ndawonye amadoda amakhulu, bonke abemi belizwe, endlwini kaYehova uThixo wenu,+ kuze kukhalelwe uncedo kuYehova.+