Yeremiya 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+ Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+ Mateyu 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+ Luka 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Kuya kubakho imiqondiso elangeni+ nasenyangeni nasezinkwenkwezini, nokubandezeleka kweentlanga emhlabeni, zingayazi indlela yokuphuma ngenxa yokugquma kolwandle+ nokuyaluzela kwalo,+ IZenzo 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+ ISityhilelo 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yawuvula umhadi wenzonzobila, kwaza kwenyuka umsi+ uphuma emhadini apho njengomsi weziko elikhulu,+ lamnyama ilanga+ nomoya ngumsi womhadi lowo.
28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+
25 “Kuya kubakho imiqondiso elangeni+ nasenyangeni nasezinkwenkwezini, nokubandezeleka kweentlanga emhlabeni, zingayazi indlela yokuphuma ngenxa yokugquma kolwandle+ nokuyaluzela kwalo,+
20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+
2 Yawuvula umhadi wenzonzobila, kwaza kwenyuka umsi+ uphuma emhadini apho njengomsi weziko elikhulu,+ lamnyama ilanga+ nomoya ngumsi womhadi lowo.