13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele.