IMizekeliso 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Indlela yongendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa osukela ubulungisa uyamthanda.+ IMizekeliso 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+ Hezekile 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+
27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+
11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+