IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kutheni lowo ungendawo engamhlonelanga uThixo?+

      Uthe entliziyweni yakhe: “Akuyi kundiphendulisa.”+

  • INtshumayeli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+

  • Isaya 56:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+

  • Hezekile 12:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Nyana womntu, khangela! abo bendlu kaSirayeli bathi, ‘Umbono awubonayo usekude ngemihla emininzi, yaye uprofeta ngamaxesha akude.’+

  • 2 Petros 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baze bathi:+ “Buphi obu bukho bakhe buthenjisiweyo?+ Kuba ukususela ngomhla ookhokho bethu abalala ngawo ekufeni, zonke izinto zisaqhubeka kanye njengasekuqaleni kwendalo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share