Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ 1 Samuweli 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yena ke wayedla ngokuthi kubo:+ “Kutheni na nisenza izinto ezinjengezi?+ Kuba zimbi izinto endizivayo ebantwini bonke ngani.+ INdumiso 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uthe entliziyweni yakhe: “Andisayi kugungqiswa;+Isizukulwana emva kwesizukulwana ndiya kuba ngulowo ungekho ntlekeleni.”+ Isaya 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+ Mateyu 24:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 “Kodwa ukuba elo khoboka linobubi lingakhe lithi entliziyweni yalo,+ ‘Inkosi yam iyalibala,’+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
23 Yena ke wayedla ngokuthi kubo:+ “Kutheni na nisenza izinto ezinjengezi?+ Kuba zimbi izinto endizivayo ebantwini bonke ngani.+
6 Uthe entliziyweni yakhe: “Andisayi kugungqiswa;+Isizukulwana emva kwesizukulwana ndiya kuba ngulowo ungekho ntlekeleni.”+
10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+