Amosi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+
12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+