2 Kumkani 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngonyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaYehowashe ukumkani wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya iminyaka engamashumi amane ananye.
23 Ngonyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaYehowashe ukumkani wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya iminyaka engamashumi amane ananye.