Hoseya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli. Amosi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Amazwi ka-Amosi, owayephakathi kwabafuyi beegusha baseTekowa,+ awawabonayo ngokuphathelele uSirayeli+ ngemihla kaUziya+ ukumkani wakwaYuda nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli, iminyaka emibini phambi kwenyikima yomhlaba.+
1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.
1 Amazwi ka-Amosi, owayephakathi kwabafuyi beegusha baseTekowa,+ awawabonayo ngokuphathelele uSirayeli+ ngemihla kaUziya+ ukumkani wakwaYuda nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli, iminyaka emibini phambi kwenyikima yomhlaba.+