IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+

  • Yeremiya 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke utsho uYehova nxamnye nabantu baseAnatoti+ abafuna umphefumlo wakho, besithi: “Umele ungaprofeti egameni likaYehova,+ ukuze ungafi ngesandla sethu”;

  • Amosi 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 UAmatsiya wathi kuAmosi: “Wena mboni,+ hamba, baleka uye kwilizwe lakwaYuda, udle isonka apho, uprofete khona.

  • IZenzo 4:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngako oko bababiza baza babayala ukuba, bangathethi nawaphi na amazwi okanye bafundise naphi na ngesizinzi segama likaYesu.

  • 1 Tesalonika 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 njengoko ezama ukusithintela+ ukuba singathethi nabantu beentlanga ukuze basindiswe,+ nto leyo ephumela ekubeni uzale ngokupheleleyo umlinganiselo+ wezono zawo. Kungokunje ingqumbo yakhe iphezu kwawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share