IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 23:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngokungaze ningene phakathi kwezi ntlanga,+ ezi zisaseleyo nani. Kwaye nimele ningawakhankanyi amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo,+ ningabakhonzi okanye niqubude kubo.+

  • 1 Kumkani 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye le nto yabenza bona,+ ibe abantu baqalisa ukuya phambi kwelo likwaDan.

  • Hoseya 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ithole lakho lenkomo lilahliwe,+ Samariya. Umsindo wam uyavutha kuye.+ Kuya kude kube nini na engafaneleki ukuba msulwa?+

  • Hoseya 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Abahlali baseSamariya baya kothuka ngenxa yesithixo esilithole lenkomo saseBhete-aven;+ kuba ngaso abantu ngokuqinisekileyo baya kuzila, kwanababingeleli baso bothixo wasemzini ababekade besivuyela, ngenxa yozuko lwaso, kuba luya kube lumkile kuso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share