IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+

  • Hoseya 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nangona uhenyuza, Sirayeli,+ makangabi natyala uYuda,+ yaye musani ukuya eGiligali,+ ninganyuki niye eBhete-aven+ okanye nifunge nithi ‘Ephila nje uYehova!’+

  • Amosi 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ‘Kuba, ngemini yokumphendulisa kwam+ ngenxa yokuvukela kwakhe uSirayeli, ndiza kuziphendulisa nezibingelelo zaseBheteli;+ ngokuqinisekileyo iimpondo zesibingelelo ziya kunqunyulwa yaye zimele ziwele emhlabeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share