42 Ngoko uThixo wajika waza wabayekela+ ukuba banikele inkonzo engcwele kumkhosi wezulu, kanye njengoko kubhaliwe encwadini yabaprofeti kwathiwa,+ ‘Naningawanikeli kum amaxhoba nemibingelelo entlango kangangeminyaka engamashumi amane, andibi kunjalo, ndlu kaSirayeli?+