Yeremiya 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+