2 Kumkani 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ebudeni belo xesha abakhonzi bakaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni benyuka beza eYerusalem, kangangokuba isixeko sangqingwa.+ 2 Kumkani 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa. Yeremiya 52:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+
10 Ebudeni belo xesha abakhonzi bakaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni benyuka beza eYerusalem, kangangokuba isixeko sangqingwa.+
5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa.
28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+