Yeremiya 51:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 “IBhabhiloni ayizange ibe ngunobangela nje kuphela wokuwa kwababuleweyo bakaSirayeli+ kodwa eBhabhiloni kuwe nababuleweyo bomhlaba wonke.+ Yeremiya 51:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Kuba iBhabhiloni imele ifikelwe ngumphangi,+ yaye amadoda ayo anamandla ngokuqinisekileyo aya kuthinjwa.+ Izaphetha zawo ziya kuqotywa,+ kuba uYehova nguThixo wembuyekezo.+ Nakanjani na uya kubuyekeza.+ ISityhilelo 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+
49 “IBhabhiloni ayizange ibe ngunobangela nje kuphela wokuwa kwababuleweyo bakaSirayeli+ kodwa eBhabhiloni kuwe nababuleweyo bomhlaba wonke.+
56 Kuba iBhabhiloni imele ifikelwe ngumphangi,+ yaye amadoda ayo anamandla ngokuqinisekileyo aya kuthinjwa.+ Izaphetha zawo ziya kuqotywa,+ kuba uYehova nguThixo wembuyekezo.+ Nakanjani na uya kubuyekeza.+
19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+