Isaya 45:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiyila ukukhanya+ yaye ndidala ubumnyama,+ ndenza uxolo+ kwaye ndidala intlekele,+ mna, Yehova, ndenza zonke ezi zinto.+ Amosi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?
7 Ndiyila ukukhanya+ yaye ndidala ubumnyama,+ ndenza uxolo+ kwaye ndidala intlekele,+ mna, Yehova, ndenza zonke ezi zinto.+
6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?