IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 60:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.

  • Yoweli 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share