IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+

  • Yobhi 38:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Waza uYehova wamphendula uYobhi ekwisaqhwithi somoya+ wathi:

  • INdumiso 50:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 UThixo wethu uya kuza yaye akanakuthi cwaka.+

      Phambi kwakhe umlilo uyaqwenga,+

      Yaye ujikelezwe sisaqhwithi esigqithiseleyo.+

  • Zekariya 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UYehova uya kubonakala phezu kwabo,+ notolo lwakhe ngokuqinisekileyo luya kuphuma kanye njengombane.+ INkosi enguMongami uYehova iya kuvuthela isigodlo,+ kwaye ngokuqinisekileyo iya kuphuma ngezaqhwithi zomoya wasemzantsi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share