2 Kumkani 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu ananye eYerusalem. Igama likanina lalinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+ Yeremiya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ekwafika kuye ilizwi likaYehova ngemihla kaYosiya+ unyana ka-Amon,+ ukumkani wakwaYuda, ngonyaka weshumi elinesithathu wokulawula kwakhe.+
22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu ananye eYerusalem. Igama likanina lalinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+
2 ekwafika kuye ilizwi likaYehova ngemihla kaYosiya+ unyana ka-Amon,+ ukumkani wakwaYuda, ngonyaka weshumi elinesithathu wokulawula kwakhe.+