2 Kronike 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithumelele amaplanga omsedare,+ ijunipha+ nomalgumi+ waseLebhanon,+ kuba ndazi kakuhle ukuba abakhonzi bakho banamava okugawula imithi yaseLebhanon,+ (yabona abakhonzi bam bakunye nabakhonzi bakho,) Ezra 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Imali bayinika+ abaqingqi+ neengcibi,+ banika amaSidon+ namaTire+ izinto ezidliwayo+ neziselo neoli,+ ukuze bathabathe amaplanga omsedare eLebhanon+ bawase elwandle eYopa,+ ngokwemvume ababeyinikwe nguKoreshi+ ukumkani wasePersi.
8 Ndithumelele amaplanga omsedare,+ ijunipha+ nomalgumi+ waseLebhanon,+ kuba ndazi kakuhle ukuba abakhonzi bakho banamava okugawula imithi yaseLebhanon,+ (yabona abakhonzi bam bakunye nabakhonzi bakho,)
7 Imali bayinika+ abaqingqi+ neengcibi,+ banika amaSidon+ namaTire+ izinto ezidliwayo+ neziselo neoli,+ ukuze bathabathe amaplanga omsedare eLebhanon+ bawase elwandle eYopa,+ ngokwemvume ababeyinikwe nguKoreshi+ ukumkani wasePersi.