Ezra 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kungoko awathi uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli+ noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki basuka ukuze baqalise ukuyakha kwakhona indlu kaThixo, eyayiseYerusalem; yaye kwakukho abaprofeti bakaThixo+ ababekunye nabo bebanceda. Ezra 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ayigqiba le ndlu ngosuku lwesithathu lwenyanga enguAdare,+ oko kukuthi, ngonyaka wesithandathu wolawulo lukaDariyo ukumkani. Zekariya 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘“Ngokuqinisekileyo ndiya kubuyela eYerusalem ngenceba.+ Indlu yam iya kwakhelwa khona,”+ utsho uYehova wemikhosi, “nolutya lokulinganisa luya kolulwa phezu kweYerusalem.”’+
2 Kungoko awathi uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli+ noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki basuka ukuze baqalise ukuyakha kwakhona indlu kaThixo, eyayiseYerusalem; yaye kwakukho abaprofeti bakaThixo+ ababekunye nabo bebanceda.
15 Yaye ayigqiba le ndlu ngosuku lwesithathu lwenyanga enguAdare,+ oko kukuthi, ngonyaka wesithandathu wolawulo lukaDariyo ukumkani.
16 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘“Ngokuqinisekileyo ndiya kubuyela eYerusalem ngenceba.+ Indlu yam iya kwakhelwa khona,”+ utsho uYehova wemikhosi, “nolutya lokulinganisa luya kolulwa phezu kweYerusalem.”’+