18 “‘“Ngenxa yobuninzi beziphoso zakho,+ ngenxa yokungabikho sikweni kwentengiso yakho yeempahla,+ uzihlambele iingcwele zakho. Yaye ndiya kuzisa umlilo uphuma phakathi kwakho. Nguwo omele ukuqwenge.+ Kwaye ndiya kukwenza ube luthuthu phezu komhlaba phambi kwamehlo abo bonke abakubonayo.+