IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 40:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “Thuthuzelani, thuthuzelani abantu bam,” utsho uTHIXO wenu.+

  • Yeremiya 29:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+

  • Yeremiya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wena ke, musa ukoyika, mkhonzi wam Yakobi,” utsho uYehova, “ungangenwa nalunkwantyo, Sirayeli.+ Kuba yabona, ndikusindisa usekude nenzala yakho kwilizwe lokuthinjwa kwayo.+ Kwaye uYakobi ngokuqinisekileyo uya kubuya, angaphazanyiswa aze ahlale ngokukhululeka, yaye akuyi kubakho bani umngcangcazelisayo.”+

  • Zefaniya 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uyishenxisile imigwebo phezu kwakho.+ Ulujikisile utshaba lwakho.+ Ukumkani wakwaSirayeli, uYehova, uphakathi kwakho.+ Akusayi kuba soyika ntlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share