Eksodus 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+ Mateyu 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+ Marko 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uyayazi imiyalelo, ‘Uze ungabulali,+ Uze ungakrexezi,+ Uze ungebi,+ Uze ungangqini ubuxoki,+ Uze ungaqhathi,+ Beka uyihlo nonyoko.’”+ Efese 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Beka uyihlo nonyoko”;+ wona lowo ngumyalelo wokuqala onesithembiso esithi:+
4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+
19 Uyayazi imiyalelo, ‘Uze ungabulali,+ Uze ungakrexezi,+ Uze ungebi,+ Uze ungangqini ubuxoki,+ Uze ungaqhathi,+ Beka uyihlo nonyoko.’”+