IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘“Kuya kuthi xa izalisekile imihla yakho yokuba uye kookhokho bakho,+ ngokuqinisekileyo ndiya kukuvelisela imbewu yakho emva kwakho komnye woonyana bakho,+ yaye eneneni ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani bakhe.+

  • Mateyu 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Njengoko uYesu wayedlula esuka apho, walandelwa ziimfama+ ezimbini, zidanduluka zisithi: “Yiba nenceba kuthi,+ Nyana kaDavide.”

  • Luka 1:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share