IZenzo 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa uSawule, esabafuthela ngesisongelo nokubulala+ abafundi+ beNkosi, waya kumbingeleli omkhulu IZenzo 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ndayitshutshisa le Ndlela kwasa ekufeni,+ ndibopha yaye ndinikela ezintolongweni+ amadoda nabafazi, IZenzo 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ezo, enyanisweni, ndazenzayo eYerusalem, yaye abaninzi kwabo bangcwele ndabatshixela ezintolongweni,+ njengoko ndandifumene igunya kubabingeleli abaziintloko;+ yaye xa beza kubulawa, ndandivota ngokunxamnye nabo. 1 Korinte 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo. Galati 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kambe ke, nivile ngehambo yam yangaphambili ebuYudeni,+ ukuba ndalitshutshisa+ ngokugqithiseleyo ibandla likaThixo, ndiliphanzisa,+ Filipi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ngokwenzondelelo ndilitshutshisa ibandla;+ ngokobulungisa bomthetho ndazingqina ndingenakusoleka.
4 Yaye ndayitshutshisa le Ndlela kwasa ekufeni,+ ndibopha yaye ndinikela ezintolongweni+ amadoda nabafazi,
10 ezo, enyanisweni, ndazenzayo eYerusalem, yaye abaninzi kwabo bangcwele ndabatshixela ezintolongweni,+ njengoko ndandifumene igunya kubabingeleli abaziintloko;+ yaye xa beza kubulawa, ndandivota ngokunxamnye nabo.
9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.
13 Kambe ke, nivile ngehambo yam yangaphambili ebuYudeni,+ ukuba ndalitshutshisa+ ngokugqithiseleyo ibandla likaThixo, ndiliphanzisa,+