IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Ngoko ukuba nabani na uthi kuni, ‘Khangelani! Nanku uKRISTU,’+ okanye, ‘Nankuya!’ ningakukholelwa oko.+

  • Marko 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Kwakhona, ngoko, ukuba nabani na uthi kuni, ‘Yabonani! Nanku uKRISTU,’ ‘Yabonani! Nankuya,’+ ningakukholelwa oko.+

  • Luka 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wathi: “Lumkani ningalahlekiswa;+ kuba abaninzi baya kuza egameni lam, besithi, ‘Ndinguye,’ nokuthi, ‘Ixesha elililo lisondele.’+ Musani ukubalandela.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share