Eksodus 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+ Eksodus 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Wodla amaqebengwana angenagwele+ imihla esixhenxe, kanye njengoko ndakuyalelayo, ngexesha elimisiweyo lenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma ngayo eYiputa. Yaye mabangabonakali belambatha phambi kwam.+ Levitikus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+ Marko 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngomhla wokuqala wamaqebengwana angenagwele,+ xa babebingelela ngokwesiko ixhoba lepasika, abafundi bakhe+ bathi kuye: “Ufuna siye phi na size sikulungiselele khona ukuba udle ipasika?”+ Luka 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wafika ke umhla wamaqebengwana angenagwele, lowo ngawo kumelwe kubingelelwe ixhoba lepasika;+
18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+
15 Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Wodla amaqebengwana angenagwele+ imihla esixhenxe, kanye njengoko ndakuyalelayo, ngexesha elimisiweyo lenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma ngayo eYiputa. Yaye mabangabonakali belambatha phambi kwam.+
6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+
12 Ngomhla wokuqala wamaqebengwana angenagwele,+ xa babebingelela ngokwesiko ixhoba lepasika, abafundi bakhe+ bathi kuye: “Ufuna siye phi na size sikulungiselele khona ukuba udle ipasika?”+