Marko 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye njengoko babeqhubeka besidla, wathabatha isonka, wacela intsikelelo, wasiqhekeza, wabanika sona, waza wathi: “Sithabatheni, oku kuthetha umzimba wam.”+ Luka 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathabatha isonka,+ wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika sona, esithi: “Oku kuthetha umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”+
22 Kwaye njengoko babeqhubeka besidla, wathabatha isonka, wacela intsikelelo, wasiqhekeza, wabanika sona, waza wathi: “Sithabatheni, oku kuthetha umzimba wam.”+
19 Wathabatha isonka,+ wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika sona, esithi: “Oku kuthetha umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”+