Mateyu 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+ Marko 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye njengoko babeqhubeka besidla, wathabatha isonka, wacela intsikelelo, wasiqhekeza, wabanika sona, waza wathi: “Sithabatheni, oku kuthetha umzimba wam.”+ 1 Korinte 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye, emva kokubulela, yasiqhekeza+ yaza yathi: “Oku kuthetha umzimba wam+ ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+
26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+
22 Kwaye njengoko babeqhubeka besidla, wathabatha isonka, wacela intsikelelo, wasiqhekeza, wabanika sona, waza wathi: “Sithabatheni, oku kuthetha umzimba wam.”+
24 yaye, emva kokubulela, yasiqhekeza+ yaza yathi: “Oku kuthetha umzimba wam+ ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+